
i-Windows Vista Language Interface Pack
INkcazelo eKhawulezileyo
i-Windows Vista Language Interface Pack (LIP) ibonelela nge-User Interface eyenziwe eyalapha ngokungaphelelanga kwiindawo ezisetyenziswe ngokubanzi kakhulu zee-Windows Vista
Kule Pheyiji
IiNkcukacha eziKhawulezileyo
| Igama lefayile: | LIP_xh-ZA.mlc |
| Ushicilelo: | 1.0 |
| Umhla wopapasho: | 2008/11/25 |
| Ulwimi: | IsiXhosa |
| IDawnlowdi Sayzi: | 2.6 IMB |
| IXesha leDawnlowdi eliQikelelweyo: | 7 umzuzu 56K |
|
| UkuTshintsha uLwimi: | |
Ushwankathelo
i-Windows Vista Language Interface Pack (LIP) ye-Windows Vista ibonelela ngokungaphelelanga ngohlelo olutolikiweyo lweendawo ezisetyenziswe ngokubanzi kakhulu zee-Windows. Emva kokufakela i-LIP, itekisi ekwiiwizadi, iibhokisi zedayalogu, iimenyu, izihloko zoNcedo ne-Support, nezinye izinto ezikwi-interface yomsebenzisi ziya kuboniswa kulwimi lwe-LIP. Itekisi engatolikwanga iya kuba kulwimi lwesiseko lwee-Windows Vista. Umzekelo, ukuba uthenge uhlelo lwe-Spanish se-Windows Vista, kunye nefakelweyo i-Catalan LIP, enye itekisi iya kuhlala ikwi-Spanish. Unokufakela engaphezulu kwesinye i-LIP, ukuze umsebenzisi ngamnye wekhompyutha abe nokubonisa i-interface yomsebenzisi ikulwimi lwabo olunqwenelwayo.
Umntla wepheyji
IiMfuno zeSistim
- IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo: Windows Vista
• Microsoft Windows Vista
• I-interface yoMsebenzisi kolu (kwezi) lwimi zilandelayo: isiNgesi
• 4.63 Mb yesithuba sokudawuniloda
• 15 Mb yesithuba sokuseta
IiPlatfomu ezixhasiweyo: Ii-LIP zisebenza kuphela ngeentlelo zama-32-bit ee-Windows Vista futhi azinakufakelwa kwiintlelo zangaphambili zee-Windows okanye kwiintlelo zama-64-bit ee-Windows Vista.
Umntla wepheyji
Imiyalelo
- Cofa i Dawuniloda qhosha elikweli phepha ukuqalisa idawunilodi, okanye khetha ulwimi olwahlukileyo kuluhlu lokwehlisela ezantsi futhi ucofe Yiya.
- Yenza okunye kokulandelayo:
- Ukuqalisa ufakelo ngoko nangoko, cofa Vula okanye Sebenzisa le program kule ndawo yayo yangoku.
- Ukukopela idawunilodi kwikhompyutha yakho ukuze ifakelwe ngexesha lamva, cofa Gcina okanye Gcina le program kwidiski.
Umntla wepheyji
Umntla wepheyji