Cofa apha ukuFakela i-Silverlight*
IsiXhosaTshintsha|Zonke iZikhundla zakwaMicrosoft
Microsoft
Setsha
Usetsho oluPhambili

I-Windows 8 Language Interface Pack (LIP)

INkcazelo eKhawulezileyo
Windows 8 Language Interface Pack (LIP) ikunikeza Umsebenzisi oguqulelwe kwezo ndawo osetyenziswa kwiindawo ezininzi zikaWindows 8.

Kule Pheyiji

IiNkcukacha eziKhawulezileyo
Ushicilelo:1.0
Umhla wopapasho:2012/11/20
Ulwimi:IsiXhosa
IDawnlowdi Sayzi:2.6 IMB - 6.3 IMB*
*IDawnlowdi sayzi ixhomekeke kwiikhomponenti zedawnlowdi ezikhethiweyo.

UkuTshintsha uLwimi:
  

Ushwankathelo

iPhekhi yeIntafeyisi yoLwimi ye-Windows (LIP) inikeza ngohlelo oluguqulelweyo ngokungaphelelanga lweendawo ezisetyenziswa ngokubanzi kakhulu zeendawo ze-Windows. Emva kokufakela i-LIP, iteksti kwiiwizadi, kwiibhokisi zencoko, iimenyu, nezihloko zoNcedo neNkxaso iya kuboniswa kulwimi lwe-LIP. Amagama angaguqulwanga aza kubalulwimi olusezntsi lukaWindows 8. Umzekelo, ukuba uthenga uhlobo lwe-Spanish lweWindows 8, kwaye ufake i-Catalan LIP, amanye amagama aza kuhlala ekwiSpanish. Ungafakela i-ILP engaphezulu kwenye kulwimi lwesiseko olunye. Ii-Windows LIP zingafakelwa kuzo zonke iintlelo ze-Windows 8.

 Umntla wepheyji

IiMfuno zeSistim

  • IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo: Windows 8
  • Eyemfuno zenkqubo, cofa u- apha

 Umntla wepheyji

Imiyalelo

  • Ngaphambi kokuba ufake, cofa apha

  1. Cofa i- Khuphela qhosaha kweli phepha ukuqalisa ukhuphela, okanye ukhethe ulwimi olwehlukile kuluhlu olwehlile.
  2. Yenza enye koku kulandelayo:
    • Ukuqalisa ufako ngoko nangoko, cofa u-Qhuba.
    • Ukugcina ukhuphelo kwikhomuyutha yakho ukufaka ngelinye ixesha elizayo, cofa u- Gcina
  • Ukuze ufumana Imiyalezo yasemveni koFaka, cofa u-apha

  • NgeNgxaki eYaziwayo, cofa u- apha

 Umntla wepheyji

Iifayile ezikule Dawnlowdi

Iilinki kweli candelo zingqinelana neefayle ezohluliweyo ezikhoyo kule dawnlowdi. Dawnlowda iifayle ezikufaneleyo wena.
Igama lefayile:Isayizi yefayile

LIP_xh-ZA-32bit.mlc

2.6 IMB

LIP_xh-ZA-64bit.mlc

3.6 IMB

 Umntla wepheyji


©2013 Microsoft Corporation. All rights reserved. Qhagamshelana nathi |Terms of Use |Trademarks |Privacy Statement