Windows

    IPakethi yeIntafeyisi yoLwimi ye-Windows 8.1 (LIP)

    Select Language:
    IPakethi yeIntafeyisi yoLwimi ye-Windows (LIP) inikeza ngeIntafeyisi yoMsebenzisi wengingqi ongaphelelnga kwiindawo ezisetyenziswe ngokubanzi kakhulu zeendawo ze-Windows 8.1.
    • Note:There are multiple files available for this download.Once you click on the "Download" button, you will be prompted to select the files you need.
      Ushicilelo:

      1.0

      Igama lefayile:

      LIP_xh-ZA-32bit.mlc

      LIP_xh-ZA-64bit.mlc

      Umhla wopapasho:

      2013/11/12

      Isayizi yefayile:

      2.7 MB

      4.1 MB

        IPakethi yeIntafeyisi yoLwimi ye-Windows (LIP) inikeza ngohlelo oluguqulelwe ngokungaphelelanga lweendawo ezisetyenziswe ngokubanzi kakhulu zeendawo ze-Windows. Emva kokufakela i-LIP, iteksti kwiiwizadi, kwiibhokisi zencoko, iimenyu, nezihloko zoNcedo neNkxaso iya kuboniswa kulwimi lwe-LIP. Amagama angaguqulwanga aza kubalulwimi olusezntsi lukaWindows 8.1. Umzekelo, ukuba uthenge inguqulelo yeSpenishi ye-Windows 8.1, kwaye ifakelwe iCatalan LIP, enye iteskti iza kubonakala ngeSipenishi. Ungafakela i-ILP engaphezulu kwenye kulwimi lwesiseko olunye. Ii-Windows LIP zingafakelwa kuzo zonke iintlelo ze-Windows 8.1.
    • IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo:

      Windows 8.1

        • Ngeemfuno zeSistimu, cofa apha

        • Ngemiyalelo yofakelo lwangaphambili, cofa apha

        1. Cofa iqosha uKhuphela kweli phepha ukuqalisa ukukhuphela, okanye ukhethe ulwimi olwehlukile kuluhlu oluhlayo.
        2. Yenza enye koku kulandelayo:
          • Ukuqalisa ufakelo ngoko nangoko, cofa u-Qhuba.
          • Ukugcina ukhuphelo kwikhompyutha yakho ukufaka ngelinye ixesha elizayo, cofa uGcina
        • Ukuze ufumana yonke imiYalelo yasemveni koFakelo, cofaapha

        • NgeeNgxaki eZaziwayo, cofa apha

    IiDawunlowdi eziThandwayo

    Loading your results, please wait...

    Uhlaziyo lwePC olusimahla

    • Iipetshi zokhuseleko
    • Uhlaziyo lwesoftwe
    • Iipakethi zeenkonzo
    • Iziphembeleli zehadwe