Office

    Thank you for downloading

    • Umqulu Wesevisi 3 woLwimi LweOfisi kuMqulo wama-2007 (KB2526307)

      If your download does not start after 30 seconds, Click here
        • Phawula>: Abanobuchule be-IT bamele babhekiseleUmthombo wanobuchule be-IT. inxalenye.

          Imiyalelo yokufakwa
          Ukuba unoMqulo wangaphandle we-Microsoft Office yoLwimi 2007, uHlelo 32-bit, Yenza okulandelayo:

          • Faka Umqulo wesevisi 3 yoMqulo weOfisi yoLwimi 2007 (KB2526307). > Ukwenza oku, landela la manyathelo alandelayo:
            1. Khupha uxwebhu lwe-.exe ngokucinezela iqhosa Khupha emazantsi ephepha, uze ugcine uxwebhu kwikhompyutha yakho.
            2. Kucetyiswa ukuba uzivale zonke iiprogramu ozivulileyo.

            3. KwiWindows Explorer, cinezela kabini kuxwebhu lwe- .exe olugcine kwikhompyutha yakho, uze ulandele imiyalelo ekwisikrini.


          Umthombo wechule le-IT
          Ichule le-IT elisebenza ngokulungelelanisa okungqongileyo linokufumana umthombo opheleleyo ngokufumana uhlaziyo lweOfisi kwintlangano kwi Iinkqubo zeOfisi neeprogramu ze-TechCenter.

          Olu hlaziyo lufumaneka ngokukhutshelwa oko kunokwenziwa ngokucinezela iqhosha elithi Khuphelakwiphepha elingaphezulu. Unokucinezela kabini ipakethi yolwakhiwo, okanye ifayile yepetshi (iifayile ze-MSP) ngokusebenzisa umgca woyalelo. Umgca woyalelo nemiyalelo kuqukiwe kwinqaku le-Knowledge Base Umgca woyalelo lutshintsha kwiipakethi ze-Microsoft Self-Extractor (KB912203).

          Funda inqaku le-Microsoft Knowledge Base DInkcazelo ngoMqulu weSevisi 3 kwuMqulo weOfisi yoLwimi yama-2007 (KB2526307) ukuze ufumane inkcazelo ngohlaziyo.

    IiDawunlowdi eziThandwayo

    Loading your results, please wait...

    Uhlaziyo lwePC olusimahla

    • Iipetshi zokhuseleko
    • Uhlaziyo lwesoftwe
    • Iipakethi zeenkonzo
    • Iziphembeleli zehadwe