Office

    Thank you for downloading

    • I-Microsoft® Office Language Interface Pack 2013 – IsiXhosa

      If your download does not start after 30 seconds,
      Click here

      Khetha ezi fayile zingakhutshelwanga

      Igama lefayileDownload LinkIsayizi yefayile
      languageinterfacepack-x86-xh-za.exeRecommended
      Click here14.6 MB
      Click here14.6 MB
      languageinterfacepack-x64-xh-za.exeRecommended
      Click here15.0 MB
      Click here15.0 MB
      Download Summary:
      KBMBGB

      You have not selected any file(s) to download.

        • Ukuze ufakele olu khuphelo:
          1. Khuphela I-LanguageInterfacePack.exe fayila ngokucofa iqhosha elithi Khuphela (ngaphezulu) yaye nokugcina ifayile kwidiski yakho eqinileyo.
          2. Cofa kabini I-LanguageInterfacePack.exe ifayile yeprogram kwidiski yakho eqinileyo ukuze uqalise iprogram yoSeto
          3. Landela imiyalelo kwiskrini ukuze ugqibezele ufakelo.
          4. Xa ifakelwe ifayile ye-readme ye-Microsoft Office 2013 Language Interface Pack ingafumaneka kwi-C:\Program Files\Common Files\microsoft shared\OFFICE15\1076\LIPread.htm.
          5. Ukuhlaziywa kwe-Office 2010 kunye ne-Office 2010 Language Interface Pack okanye uhlelo lwangaphambili lwe-Office 2013 kunye ne-Office 2013 Language Interface Pack ayixhaswa. Ukuba ufuna ukuphucula ufakelo lwesiseko sakho lwe-Office 2010 ukuya kwi-Office 2013 kunye ne-Office 2013 Language Interface Pack ufanele:
            • Khupha ufakelo lwe-Office 2010 Language Interface Pack.
            • Sebenzisa useto lwe-Office 2013 uze ukhethe ukhetho lokuphucula.
            • Xa useto lwe-Office 2013 lugqityiwe, fakela uze ulungelelanise i-Office 2013 Language Interface Pack.



          Ukuvuselela imveliso yakho ye-Office:
          Ukuba ufumana ubunzima nokufunda Ikhowudi yoFakelo iyonke idayalogu ye-"Microsoft Office Activation Wizard", okanye ikhowudi yafakelo iyonke ayibonakali kakuhle xa usebenzisa i-Microsoft Office Language Interface Pack 2013 yakho, sicela urhoxise iwizadi uze utshinshele ulweimi olusisiseko kwimveliso ukuze uvuselele imveliso yakho ye-Microsoft Office.

          Imiyalelo yokusebenzisa:
          Ukuze utshintshise I-intafeyisi yoMsebenzisi kulwimi lwe-Microsoft Office Language Interface Pack 2013 – IsiXhosa, landela la manyathelo:

          1. Lontsha I-Microsoft Office 2013 Language Preferences ukusuka kwi Qalisa\Zonke iiProgram\I-Microsoft Office\I-Microsoft Office Tools imenyu.
          2. Ngaphantsi koKhetha iiLwimi zokuBonisa noNcedo, ngaphantsi koLwimi lokuBonisa khetha ulwimi olufunekayo uze ucofe iqhosha lokuSeta njengeSiseko.
          3. Ngaphantsi Khetha iiLwimi zokuHlela, khetha ulwimi olufunekayo uze ucofe Seta njengeSiseko iqhosha.
          4. Cofa iqhosha elithi Kulungile


          Iisetingi zolwimi ozikhethileyo ziza kusebenza kwixa elizayo uqalisa usetyenziso lwakho lwe-Office.
          Qaphela: Uncedo alukwazi ukutshintshelwa kulwimi lwe-Microsoft Office Language Interface Pack 2013 – IsiXhosa. Uncedo luya kusoloko lukulwimi lokufakela lwakho lokuqala.
          Soloko useta uncedo lokubonsa kuluhlu lokwehlela ezantsi kulwimi lwesiseko.

          Ukuze ushenxise olu khuphelo:
        • Yeka zobke iiprogram ze-Microsoft Office.
        • Cofa kabini Iiprogram neeFitsha iayikhoni kwi-Windows Iphaneli yoLawulo.
        • Kukhetho lokuKhulula ufakelo okanye ukuTshintsha iProgram, cofa I-Microsoft Office Language Interface Pack 2013 – IsiXhosa kwibhokisi yeeProgram ezifakelweyo ngoku, emva koko ukhethe ukhetho lokuKhulula ufakelo
        • Landela imiyalelo kwiskrini.

    IiDawunlowdi eziThandwayo

    Loading your results, please wait...

    Uhlaziyo lwePC olusimahla

    • Iipetshi zokhuseleko
    • Uhlaziyo lwesoftwe
    • Iipakethi zeenkonzo
    • Iziphembeleli zehadwe