Internet Explorer

I-Windows Internet Explorer 9 ye-Windows 7

UkuTshintsha uLwimi:
I-Windows Internet Explorer 9 yenza iiwebhusaythi zakho zibalasele ze zisebenze njengee-aplikeshini zendalo kwiPC yakho.
  • Iinkcukacha

    Ushicilelo:
    Umhla wopapasho:

    9.0.7930.16406

    2011/05/25

    Igama lefayile:
    Isayizi yefayile:

    IE9-Windows7-x86-xho.exe

    17.8 MB

    AmaNqaku oLwazi asisiSeko (iKB): KB982861
      I-Windows Internet Explorer 9 ihambisa iiwebhusayithi nee-aplikeshini ezijonga ze zisebenze njengee-aplikeshini zendalo zePC ngamandla e-Windows.
      • Iyakhawuleza: I-Internet Explorer 9 ifumaneka ndawo yonke ngokukhawuleza. Yenzelwe ukuba isebenzise ngokupheleleyo i-hardware yePC yakho nge-Windows, i-Internet Explorer 9 ihambisa amava azele yimifanekiso emihle nethabathekisayo ekhawulezayo nesabela njengee-aplikeshini zendalo ezifakelwe kwiPC yakho.
      • Icocekile: I-Internet Explorer ibeka ingqalelo kwiiWebhusaythi ozithandayo ngembonakalo ecocekileyo nendawo eyandisiweyo yokujonga eyenza ukuba iiWebhusaythi zakho zibalasele. Udibaniso ne-Windows 7 oluthe tha engqondweni nolungenamagingxigingxi lubonelela ngofikelelo olufumaneka ngocofo olunye kwii-aplikeshini zeWebhu ezincanyathiselwe ngqo kwiThaskbha yakho.
      • Ithembakele: I-Internet Explorer yindlela ethembakeleyo eya kwiWebhu kuba ineseti yokhuseleko olwakhelwe ngaphakathi olomeleleyo, iiteknoloji zabucala nokuthembeka okukugcina ukhuselekile namava akho okubhrawuza angaphazanyiswa.
      • Iyafakeleka: Inkxaso yeHTML5 nemigangatho yeWebhu yale mihla eyilelwe ukuba isebenzise ngokupheleleyo iGPU ithetha ukuba kwa olu phawu lunye alusebenzi nje kuphela kwiWebhu iphela, kodwa isebenza ngokukhawuleza kwaye inikezela ngamava amahle nge-Windows nange-Internet Explorer 9.
  • IiMfuno zeSistim

    IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo:

    Windows 7

        • I-Windows 7
        • I-Windows 7 enePakethe yeNkonzo yoku-1
      • Ikhompyutha/i-Processor: Ikhompyutha ene-processor ye-2333MHz okanye nangaphezulu (kucetyiswa i-processor ye-Pentium)
      • Imemori: 512MB
      • ISithuba se-Hard Drive:70MB
      • Umboniso: I-Super VGA (800 X 600) okanye isisombululo esiphezulu semonitha enemibala engama-256.
      • Imida: Imodem okanye uqhagamsheleko lweIntanethi; i-Microsoft Mouse, i-Microsoft IntelliMouse, okanye isixhobo sokwalatha esihambelanayo.
  • Imiyalelo

      1. Cofa i qhosha lokuKhuphela kweli phepha ukuze uqalise ukhuphelo.
      2. Enza okunye koku kulandelayo:
        • Ukuze uqalise ufakelo kwangoko, cofa Vula okanye Sebenzisa le nkqubo kwindawo ekuyo yangoku.
        • Ukuze ukopele ukhuphelo kwikhompyutha yakho ifakele ngelinye ixesha, cofa Gcina okanyeGcina le nkqubo kwidisk.
  • Ulwazi olongezelelweyo

  • ImiThombo eNxibelelanayo

IiDawunlowdi eziThandwayo

Uhlaziyo lwePC olusimahla

  • Iipetshi zokhuseleko
  • Uhlaziyo lwesoftwe
  • Iipakethi zeenkonzo
  • Iziphembeleli zehadwe
Vula uMicrosoft Update
vala
moreinfo