Office

    I-Microsoft Office Language Interface Pack 2007 isiXhosa

    Select Language:
    I-Microsoft Office Language Interface Pack 2007 - isiXhosa ibonelela isiXhosa nge-user interface kwii-program ezininzi ze-Microsoft Office 2007.
    • Note:There are multiple files available for this download.Once you click on the "Download" button, you will be prompted to select the files you need.
      Ushicilelo:

      1

      Igama lefayile:

      LanguageInterfacePack.exe

      LIP_Help.chm

      Microsoft_Office_Excel.pptx

      Microsoft_Office_Outlook.pptx

      Microsoft_Office_PowerPoint.pptx

      Microsoft_Office_Word.pptx

      Umhla wopapasho:

      2009/08/10

      Isayizi yefayile:

      16.4 MB

      229 KB

      1.3 MB

      2.6 MB

      2.5 MB

      1.8 MB

        I-Microsoft Office Language Interface Pack 2007 - isiXhosa ibonelela isiXhosa nge-user interface :
        • Microsoft Office Excel 2007

        • Microsoft Office Outlook 2007

        • Microsoft Office PowerPoint 2007

        • Microsoft Office Word 2007
    • IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo:

      Windows Vista Service Pack 1, Windows XP Service Pack 3

        • Iyafuneka i-Software: Inguqulelo IsiNgesi (U.S.) layo nayiphi na isuti ye-Microsoft Office 2007 iqulethe i-Excel, i-Outlook, i-Powerpoint okanye i-Word.
        • Iimfuneko zesithuba sediski: Ukongezelela kwisithuba se-hard disk esisetyenziswa yi-Office 2007 yeprogram esandulu' ukufakelwa, ama-20 megabytes (MB) esithuba esifumanekayo se-hard disk siyafuneka.
      • Ukufakela oku khuphela:
        1. Khuphela LanguageInterfacePack.exe ifayili ngokucofa Khuphela iqhosha (ngasentla) uze ugcine ifayili kwi-hard disk yakho.
        2. Cofa kabini LanguageInterfacePack.exe ifayili yeprogram kwi-hard disk yakho ukuqalisa i-Setup program.
        3. Landela imiyalelo ekwisikrini ukugqibezela ufakelo.
        4. Yakuba igqityiwe ukufakelwa ifayili engu-readme kwi-Microsoft Office 2007 Language Interface Pack inokufunyanwa ku-C:\Program Files\Common Files\microsoft shared\OFFICE12\LCID\LIPread.htm
        5. I-Upgrading ye-Office 2003 ne-Office 2003 Language Interface Pack kwi-Office 2007 ne-Office 2007 Language Interface Pack ayixhaswa. Ukuba unqwenela uku-upgrade ufakelo lwakho lwesiseko lwe-Office 2003 kwi-Office 2007 ne-Office 2007 Language Interface Pack kumele u:
          • Ungafakeli i-Office 2003 Language Interface Pack
          • Sebenzisa i-Office 2007 kwi-setup uze ukhethe i-upgrade option.
          • Xa i-Office 2007 setup igqityiwe, fakela kwaye wakhele i-Office 2007 kwi-Language Interface Pack

          • Ukuvuselela imveliso yakho ye-Office:
          • Ukuba unengxaki nokufunda yonke iKhowudi yofakelo kwidayalogu ye-"Microsoft Office Activation Wizard", okanye yonke ikhowudi yofakelo ayibonakalisi ngokuchanekileyo xa usebenzisa eyakho i-Microsoft® Office Language Interface Pack 2007, nceda yekisa iwizadi kwaye uswitshele kwimveliso [ulwimi lwesiseko] yakho ukuvuselela imveliso yakho ye-Microsoft Office.


        Imiyalelo yokusebenzisa:

        Ukuswitshela i-User Interface yakho kulwimi lwe-Microsoft Office Language Interface Pack 2007 - isiXhosa, landela la manyathelo:

        1. Yazisa I-Language Settings ye-Microsoft Office 2007 esuka Start\All Programs\Microsoft Office\Microsoft Office Tools kwimenyu.
        2. Khetha i- i-Display Language thebhu naku- Iimenyu ze-Display Microsoft Office kunye nee-dialog boxes ku-: luhlu olungezantsi, khetha ulwimi ofuna ukulubonisa. Ulwimi olukhethileyo malube yi-default display ngoku.
        3. Kwi- i-Display Language thebhu ngoku une-option yokuba i-Office display imatane ne-Windows display yakho. Ulwimi lwakho lwangoku lwee-Windows luya kuba kuluhlu lwakho. Ukuba ufuna ukuba ne-Office display ematana ne-Windows display yakho khetha Seta ulwimi lwe-Microsoft Office display lumatanise nolwimi lwe-Windows display language phawula ibhokisi. Le setting ayiluhoyi ukhetho olwenza ku- Iimenyu ze-Display Microsoft Office nakwii-dialog boxes luhlu.
        4. Kwi Ii-Editing Languages thebhu khetha ulwimi ofuna ukulwenza lusebenze Ezikhoyo ii-Editing Languages kuluhlu uze ucofe Yongeza. Ulwimi olukhethileyo ngoku kumelwe ludweliswe Ii-Editing Languages ezincediweyo kuluhlu.
        5. Kwi- Ii-Editing Languages thebhu khetha ulwimi ofuna lube yi-Primary Editing Language yakho i-Primary Editing Language kuluhlu.
        6. Cofa ku- OK weqhosha.

        ii-setting zolwimi ozikhethileyo ziya kwenzeka kwixesha elilandelayo xa uqala ii-Office applications zakho.
        Qaphela: I-Help alunakutshintshelwa kulwimi lwe-Microsoft Office Language Interface Pack 2007 - isiXhosa. I-Help iya kusoloko ikulwimi lokufakela kwakho kokuqala.
        Soloko uyibonisa i-help kuluhlu olungezantsi kulwimi lwesiseko.

        Ukususa olu khuphelo:
          Landela la manyathelo akwi-Windows XP Home okanye kwi-Professional Edition:
        1. Yeka zonke ii-program.
        2. Cofa kabini Yongeza okanye Susa ii-Program iayikhoni ekwi-Windows Control Panel.
        3. Cofa Microsoft Office Language Interface Pack 2007 kwi- Kwii-programs ezisandul' ukufakelwa bhokisi, wandule ucofe u- Susa weqhosha.
        4. Landela imiyalelo ekwisikrini.

          Landela la manyathelo aku-Windows Vista:
        1. Yeka zonke ii-programs.
        2. Cofa kabini ii-Programs nee-Features Iayikhoni ekwi-Windows Control Panel.
        3. Kwi- Musa ukufaka okanye Tshintsha i-Program option, cofa i-Microsoft Office Language Interface Pack 2007 - isiXhosa kwi- Program ezisandul' ukufakelwa bhokisi, wandule ukhethe Musa ukufakela i-option.
        4. Landela imiyalelo ekwisikrini.

    IiDawunlowdi eziThandwayo

    Loading your results, please wait...

    Uhlaziyo lwePC olusimahla

    • Iipetshi zokhuseleko
    • Uhlaziyo lwesoftwe
    • Iipakethi zeenkonzo
    • Iziphembeleli zehadwe