Office

    ULwimi lweNgcebiso yeSkrini sika-Microsoft Office

    Select Language:
    Sebenzisa iingququlelo zeNgcebiso zeSkrini ukubonisa umbhalo wamalungu abonisiweyo – njengamaqhosha, iimenyu neebhokisi zedayalogu – kolunye ulwimi.
    • Note:There are multiple files available for this download.Once you click on the "Download" button, you will be prompted to select the files you need.
      Ushicilelo:

      1.0

      Igama lefayile:

      screentiplanguage_xh-za_32bit.exe

      screentiplanguage_xh-za_64bit.exe

      Umhla wopapasho:

      2013/03/15

      Isayizi yefayile:

      1.5 MB

      1.5 MB

        Tshintsha ulwimi lweNgcebiso yeSkrini ukubonisa iinguqulelo zamalungu omboniso – njengamaqhosha, iimenyu neebhokisi zedayalogu – kolunye ulwimi ze uncede abasebenzisi behle benyuka i-aplikeshini zika-Microsoft Office ezifakelweyo kulwimi abangaliqondiyo.


        Eminye imizekelo yosetyenziso yemibhalo eyiliweyo lu:
        • Ncedo lolwimi lobhala ngelwimi ezimbini neelwimi ezininzi
        • IiNjineli zoNcedo zingandisa inkxaso yeelwimi abangaziqondiyo
        • Abasebenzisi abasebenzisa ngokungekho sigxina u-Office ngolwimi lwasemzini okanye okwesigaba sexesha esingeso sigxina (Abasebenzisi ababhadulayo)
        • Usetyenziso lolwimi lwePC lokwabelana
    • IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo:

      Windows 7, Windows 8 Release Preview

        • Ii-Aplikeshini zika-Microsoft Office eziXhasiweyo:
            Microsoft Office Word 2013, Microsoft Office Excel 2013, Microsoft Office Outlook 2013, Microsoft Office PowerPoint 2013, Microsoft Office OneNote 2013, Microsoft Office Visio 2013, Microsoft Office Publisher 2013
        • Isoftwe iyafuneka:
            Iilwimi zase Mpuma ye-Asia nemiBhalo yesandla eNzima ingafuna inkxaso yeefayili zifakelwe. Oku kungenziwa ngePhaneli yoLawulo ‘kokuKhethwayo kweNgingqi neLwimi’.
      • Ukufakela olu khutshelo:
        1. Cofa i qhosha loKhutshelo kweli phepha ukuqalisa.
        2. Enza enye yezilandelayo:
          • Ukuqalisa ufakelo ngokukhawuleza, cofa Qhuba.
          • Ukugcinela ukhutshelo kwikhompyutha yakho ufakelo kwixesha elizayo, cofa Gcina.
          • Ukurhoxisa ufakelo, cofa Rhoxa.

        Ukucima okanye ukutshintsha uLwimi lweNgcebiso yeSkrini:
        1. Cofa iqhosha leFayili ye-Office, khetha Okukhethwayo, khetha uLwimi ze usete uLwimi lweNgcebiso yeSkrini ku 'Lwimi loMboniso woYelelwano'.

        Ukususa olu khutshelo:
        1. Usuka kwi menyu yokuQalisa, yiya kwi Paneli yoLawulo.
        2. Cofa ngokuphinda phindiweyo Ongeza/Susa iiNkqubo.
        3. Kuluhlu lweenkqubo ezifakelweyo ngokwangoku, khetha uLwimi lweNgcebiso yeSkrini sika-Microsoft Office, ze ngoko ucofe Susa okanye Ongeza/Susa. Ukuba ibhokisi yedayalogu iyavela, landela imiyalelo ukususa inkqubo.
        4. Cofa Ewe okanye KULUNGILE ukuqinisekisa ukuba ufuna ukususa inkqubo.

    IiDawunlowdi eziThandwayo

    Loading your results, please wait...

    Uhlaziyo lwePC olusimahla

    • Iipetshi zokhuseleko
    • Uhlaziyo lwesoftwe
    • Iipakethi zeenkonzo
    • Iziphembeleli zehadwe