Office

    Isixhobo Sokuhlola seMicrosoft Office 2013 - Xhosa

    Select Language:
    Izixhobo Zokuhlola ZeMicrosoft Office zivumela ukuhlela kwiilwimi ezongezelelekileyo.
    • Note:There are multiple files available for this download.Once you click on the "Download" button, you will be prompted to select the files you need.
      Ushicilelo:

      2013

      Igama lefayile:

      proofingtools_xh-za-x86.exe

      proofingtools_xh-za-x64.exe

      Umhla wopapasho:

      2013/01/07

      Isayizi yefayile:

      2.4 MB

      2.5 MB

        Ngaba ufuna ukuhlola upelo kulwimi olungafakelwanga ngokuzenzekelayo yi-Office? Ukwindawo efanelekileyo. IZixhobo Zokuhlola ZeMicrosoft Office ziquka iseti epheleleyo yezixhobo ezifumanekayo kwiOfisi ngolu lwimi. Fakela nje uze uphinde uqale iOffice, kwaye uzixhobo zolo lwimi ziya kufumaneka.
    • IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo:

      Windows 7, Windows 8, Windows Server 2008 R2

        Olu khuphelo lusebenza kunye nolu setyenziso lulandelayo:
        Microsoft Office Excel 2013
        Microsoft Office OneNote 2013
        Microsoft Office Outlook 2013
        Microsoft Office PowerPoint 2013
        Microsoft Office Word 2013
      • Ukufakela olu kuphelo:
        Ukufakela izixhobo zokuhlola:


        1. Khuphela ifayile ngokucinezela iqhosha lokuKhuphela (ngaphezulu) kwaye ugcine iifayile kwihadi diski.
        2. Sebenzisa isetapu yosetyenziso.
        3. Xa ufunda kwipheha Lemiqathango YeLayisensi KwiSoftwe YeMicrosoft, hlola imiqathango, "Cinezela apha ukuze wamkele Imiqathango YeLayisensi KwiSoftwe YeMicrosoft" ngokukhetha ibhokisi yokuphawula, uze ucinezele Qhubeka.
        4. Iwizathi yokuqhubeka ihamba ize ifake izixhobo zokuhlola.
        5. Emva kokuba ukufakelwa kugqityiwe, qala phantsi usetyenziso lwee-Office.


        Imiyalelo emele isetyenziswe: Sebenzisa nje izixhobo zokuhlola njengesiqhelo - umele ngoku izibone ngokolwimi lwakho olutsha olufakiweyo. Ngokomzekelo, unokumisela ulwimi lokuhlola ngokolwimi olutsha ukuze lusebenzise ukuhlola ukupela (ukuba luyafumaneka) - ukuze ufunde indlela yokwenza oku, khangela Tshintsha phakathi kweelwimi ngokiuseta ukuhlolwa kolwimi

        Ukushenxisa oku kukhuphela:
        1. Kwimenyu yokuqala, khomba kwiiSethingi uze ucinezele iPhaneli Yolawulo.
        2. Cinezela kabini Yongeza/Shenxisa Iiprogramu.
        3. Kuludwe lweeprogramu ezifakiweyo, khetha Izixhobo Zokuhlola ZeMicrosoft Office 2013 Xhosa uze ucinezele Khupha, Shenxisa, okanye Yongeza/Shenxisa. Ukuba ibhokisi yedayalogi iyabonakala, landela imiyalelo yokushenxisa iprogramu.
        4. Cinezela Ewe okanye KULUNGILE ukuqinisekisa ukuba wena ufuna ukushenxisa iprogramu.


    IiDawunlowdi eziThandwayo

    Loading your results, please wait...

    Uhlaziyo lwePC olusimahla

    • Iipetshi zokhuseleko
    • Uhlaziyo lwesoftwe
    • Iipakethi zeenkonzo
    • Iziphembeleli zehadwe