IPakethi yeIntafeyisi yoLwimi ye-Windows (LIP) inikeza ngeIntafeyisi yoMsebenzisi wengingqi ongaphelelnga kwiindawo ezisetyenziswe ngokubanzi kakhulu zeendawo ze-Windows 8.1.
Note:There are multiple files available for this download.Once you click on the "Download" button, you will be prompted to select the files you need.
LIP_xh-ZA-32bit.mlc
LIP_xh-ZA-64bit.mlc
IPakethi yeIntafeyisi yoLwimi ye-Windows (LIP) inikeza ngohlelo oluguqulelwe ngokungaphelelanga lweendawo ezisetyenziswe ngokubanzi kakhulu zeendawo ze-Windows. Emva kokufakela i-LIP, iteksti kwiiwizadi, kwiibhokisi zencoko, iimenyu, nezihloko zoNcedo neNkxaso iya kuboniswa kulwimi lwe-LIP. Amagama angaguqulwanga aza kubalulwimi olusezntsi lukaWindows 8.1. Umzekelo, ukuba uthenge inguqulelo yeSpenishi ye-Windows 8.1, kwaye ifakelwe iCatalan LIP, enye iteskti iza kubonakala ngeSipenishi. Ungafakela i-ILP engaphezulu kwenye kulwimi lwesiseko olunye. Ii-Windows LIP zingafakelwa kuzo zonke iintlelo ze-Windows 8.1.
IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo:
Windows 8.1
- Ngeemfuno zeSistimu, cofa apha
- Ngemiyalelo yofakelo lwangaphambili, cofa apha
- Cofa iqosha uKhuphela kweli phepha ukuqalisa ukukhuphela, okanye ukhethe ulwimi olwehlukile kuluhlu oluhlayo.
- Yenza enye koku kulandelayo:
- Ukuqalisa ufakelo ngoko nangoko, cofa u-Qhuba.
- Ukugcina ukhuphelo kwikhompyutha yakho ukufaka ngelinye ixesha elizayo, cofa uGcina
- Ukuze ufumana yonke imiYalelo yasemveni koFakelo, cofaapha
- NgeeNgxaki eZaziwayo, cofa apha