Internet Explorer

    I-Internet Explorer 11 yoHlelo lwe-Windows 7 64-bit noHlelo lwe-Windows Server 2008 R2 64-bit

    Select Language:
    Khuphela ngokukhawulezaelula elula I brawuza etyunjiweyo kaWindows 7. 
    • Ushicilelo:

      11.0.0.0

      Igama lefayile:

      IE11-Windows6.1-x64-xh-za.exe

      Umhla wopapasho:

      2013/11/06

      Isayizi yefayile:

      54.7 MB

      AmaNqaku oLwazi asisiSeko (iKB): KB2841134

        I-Internet Explorer 11. Ekhawulezileyo nelula ye-Windows 7.
        • Ekhawulezileyo: Isiza esikhawlezayo nesikwalula xa ufuna indlela kuso. 
        • Elula:  Ayinasiphene kuWindows, isebenza ngaloo ndlela ufuna ngayo. 
        • Ekhuseleke ngakumbi: Ukhuseleko olubhetele kwizothuso yaye ikunika ingasese emoyeni.
    • IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo:

      Windows 7 Service Pack 1, Windows Server 2008 R2 SP1

        • Ikhompyutha/ Iprosesa: Ikhompyutha eneprosesa engama-233MHz okanye ngaphezulu (Kunconyelwa iprosesa ye-Pentium)
        • Imemori: 512MB
        • Isithuba seHadi Drayivu:70MB
        • Bonisa: Isupha VGA (800 x 600) okanye ngaphezulu-imonitha yesisombululo enemibala engama-256.
        • I-Peripherals: Imodem okanye uqhagamshelo lweIntanethi; Imawusi ye-Microsoft, I-Microsoft IntelliMouse, okanye isixhobo sokwalatha esihambelanayo.
        1. Cofa iqhosha elithi Khuphela kweli phepha ukuze uqalise uKhuphelo.
        2. Yenza enye yoku kulandelayo:
          • Ukuze uqalise ufakelo ngokukhawuleza, cofa uVula okanye Sebenzisa le program ukusuka kwindawo ekuyo ngoku
          • Ukuze ukope ukhuphelo kwikhompyutha yakho ukuze ulufakele ngelinye ixesha, cofa uGcina okanye Gcina le program kwidiski

    IiDawunlowdi eziThandwayo

    Loading your results, please wait...

    Uhlaziyo lwePC olusimahla

    • Iipetshi zokhuseleko
    • Uhlaziyo lwesoftwe
    • Iipakethi zeenkonzo
    • Iziphembeleli zehadwe