Khuphela ngokukhawulezaelula elula I brawuza etyunjiweyo kaWindows 7.
IE11-Windows6.1-x86-xh-za.exe
I-Internet Explorer 11. Ekhawulezileyo nelula ye-Windows 7.
- Ekhawulezileyo: Isiza esikhawlezayo nesikwalula xa ufuna indlela kuso.
- Elula: Ayinasiphene kuWindows, isebenza ngaloo ndlela ufuna ngayo
- Ekhuseleke ngakumbi: Ukhuseleko olubhetele kwizothuso yaye ikunika ingasese emoyeni.
IiSistim zokuSebenza eziXhaswayo:
Windows 7 Service Pack 1
- Ikhompyutha/ Iprosesa: Ikhompyutha eneprosesa engama-233MHz okanye ngaphezulu (Kunconyelwa iprosesa ye-Pentium)
- Imemori: 512MB
- Isithuba seHadi Drayivu:70MB
- Bonisa: Isupha VGA (800 x 600) okanye ngaphezulu-imonitha yesisombululo enemibala engama-256.
- I-Peripherals: Imodem okanye uqhagamshelo lweIntanethi; Imawusi ye-Microsoft, I-Microsoft IntelliMouse, okanye isixhobo sokwalatha esihambelanayo.
- Cofa iqhosha elithi Khuphela kweli phepha ukuze uqalise uKhuphelo.
- Yenza enye yoku kulandelayo:
- Ukuze uqalise ufakelo ngokukhawuleza, cofa uVula okanye Sebenzisa le program ukusuka kwindawo ekuyo ngoku
- Ukuze ukope ukhuphelo kwikhompyutha yakho ukuze ulufakele ngelinye ixesha, cofa uGcina okanye Gcina le program kwidiski